| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Indawo Yokuhlala, Ukukampa, Ukwenyuka Iintaba kwakunye Namaziko Okubamba Iingqungquthela zaseNtshona Koloni
INKCAZELO: |
Iindwendwe ezisafuna ukuhlala ixeshana kulo naliphi na elinye lamaziko olondolozo lwendalo eNtshona Kapa kudingeka ukuba zifake izicelo zoko kwangethuba. Amaziko kwakunye neendleko zahluka ngokweendawo abantu abakuzo. IiChalets neeCottages zifumaneka kwezi ndawo zilandelayo:
Iindawo zokukampa afumaneka:
Iihambo ezahlukeneyo zokwenyuka iintaba kwakunye neendawo zokuhlala ekunokulalwa kuzo zifumaneka kule mimandla ilandelayo:
Iindawo ezithile zikwabonelela nangeentshukumo zokubuka indalo ezifana ne-kayaking, ukwenyuka iikloof, ukwenyuka iintaba ngebhayisekile kwakunye nemiboniso nokuqhutywa kwee-4x4. I-Assagaaibosch ne-Jonkerhoek nazo zinawo amaziko aqeshisayo okubambela iingqungquthela. |
IMIYALELO: |
Ukuze ufumane iinkcukacha ezizezinye, qhagamshelana ne-ofisi yamatikiti: uHelen Cassels Kule nombolo yomnxeba: 021 426 0723 Fundile Martins Inombolo yomnxeba: 021 424 7450cncinfo@cape-town.org |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
IBhodi yoLondolozo lweNdalo yeNtshona Koloni |
IXABISO: |
Cofa apha ukuze ufumane ezinye iinkcukacha ngeerhafu. |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uSeptemba 2006