| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Ukubhaliswa kweZiko Elivavanyela Amaphepha-mvume Okuqhuba Izithuthi
INKCAZELO: |
Ukuba ngaba ufuna ukuvula iziko eliza kujongana nokuhlola abantu abasafuna amaphepha-mvume okuqhuba, kufuneka ubhalise kuMphathiswa weZothutho. Sakuba isicelo eso siphunyeziwe abahloli bamaziko okuvavanyela ukuqhuba baya kulivavanya elo ziko ze benze neziphakamiso ngomgangatho walo. Eli candelo lomhloli liya kumana ukwenza umjikelo ngonyaka ukubeka iliso kwimigangatho yeli ziko ze lilicebise iziko elo lihlola nayiphi na imeko yalo kwanokulondolozwa kwalo xa kuhlolwa amaziko kwaneenkqubo ezifunekayo. Okwangoku, ngooMaspala kuphela kunye namasebe ezothutho anelungelo lokuba namaziko okuvavanyela ukuqhuba. |
IMIYALELO: |
Ukwenza isicelo sokubhalisela iziko elihlola ze likhuphe amaphepha-mvume okuqhubaz, kufuneka uzalise iphetshan lesicelo elingu-DTC. Kufuneka kunikezelwe ingxelo kwiphetshana elo ngommeli wezolawulo kwanamabavavanyi abebengabahloli kwiziko elihlola likhuphe amaphepha-mvume okuqhuba.Isicelo kufuneka sihambe kunye namaxwebhu angala:
|
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uMatshi 2004