| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Ukubhaliswa Kwabenzi Beepleyiti Zeenombolo-mbhalo Zezithuthi
INKCAZELO: |
Nokomethetho oyiNational Road Traffic Act, nawuphi na umntu ovelisa okanye othengisa iipleyiti zeenombolo-mbhalo zezithuthi kufuneka abe ubhalisiwe. |
IMIYALELO: |
Ufaka isicelo malunga nokubhalisela ilayisenisi kumenzi weenombolo-mbhalo, uzalise ifomu engu-MNP uze uyithumele kwiCandelo loMthetho woLawulo kwiSebe leZothutho neMisebenzi Yoluntu. Kufuneka isicelo sakho sihambe:
noCoretha Matthee Inombolo Yomnxeba: 021 483 2076 cmatthee@pgwc.gov.za |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
IXABISO: |
Ngama-R300 imali yokwenza isicelo |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 18 uOktobha 2004