| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Izicelo Zokufumana Iphepha-mvume Lokuqhuba Ngobuchule
INKCAZELO: |
Ukuqhuba iindidi ezithile zezithuthi kufuneka umntu abe nephepha-mvume elisemthethweni Lokuqhuba Ngobuchule ngaphezu kwaleyo anayo yokuqhuba. Eli phepha-mvume lolu hlobo lifuneka xa uqhuba:
Akukho phepha-mvume lakuqhuba ngobuchule lifunekayo ekuqhubeni isithuthi sokungcwaba okanye iteletele. Kuya kufuneka ube nale pemethi kuphela xa:
Iphepha-mvume lokuqhuba ngobuchule lingarhoxiswa okanye licinywe xa uthe wafunyaniswa ukuba awukulungelanga ukuqhuba ngokwezonyango okanye xa uthe wafunyaniswa uqhuba kakubi okanye uqhuba ngokungakhathali, okanye ukuba wakha wafunyaniswa unetyala lobundlobongela. Umqhubi okanye umnini-sithuthi elithe lafuneka iphepha-mvume lakhe lokuqhuba akavumelekanga ukuba alinike omnye umntu alisebenzise endleleni kawonkewonke, ngaphandle kokuba loo mntu naye unalo elakhe elikwanjalo futhi kwinqanaba elifanayo. |
IMIYALELO: |
Usenza kwiziko elisebenza ngamaphepha-mvume okuqhuba isicelo sokufumana iphepha-mvume lokuqhuba ngobuchule. Kufuneka wenze oku:
Sakuba sesenziwe isicelo, kuya kunyatheliswa iminwe kwanephepha-mvume lakho lokuqhuba elilikhadi elibonakalisa iphepha-mvume lokuqhuba ngobuchule. Uya kwaziswa lakuba ikhadi lakho sele lilungile uye kuliphuthuma. Kufuneka ube besazisi xa uye kuthatha ikhadi lakho. Naliphi na ikhadi elingaphuthunywanga kwisithuba seentsuku ezingama-120 liya kutshatyalaliswa. |
IFUMANEKA KWI: |
La mabakala amaziko: |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uFebruwari 2004