Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IZiqinisekiso ze-Weighbridge
INKCAZELO:
Ngaphambi kokuba ubhalise isithuthi ebesikhe safakelwa izinto, kufuneka ufumane isiqinisekiso se-Weighbridge.
IMIYALELO:
Isithuthi sakho siviwa ubunzima kwindawo leyo yoksiulungisa okanye sibhaliswe kwelinye isetyana.Ukufumana iinkcukacha ezizezinye dibana no:
Brandon Ellie:   021 483 2828
Emmie Smit:   021 483 2062
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 23 uFebruwari 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo