Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IZITHUTHI ZIKAWONKE-WONKE
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Iinkcukacha Malunga neeMetered Taxis Kunye Nezithuthi Zokhenketho
Izithuthi ezihambisa abantu eziziintlobo ngeentlobo zikho kwaye zibalungele abakhenkethi abatyelela iNtshona Koloni. Ezi zithuthi zibandakanya iibhasi, ishuttles, iimetered taxis kunye neenkonzo zothutho zekontrakthi.  > 
Iinkcukacha Malunga neeNkonzo zeeTeksi Zohlobo lweMini-Bus
ISebe leZothutho neMisebenzi yoLuntu kaRhulumente wePhondo lilo elijongene noxanduva loshishino lwemini-bus kweli phondo. Iqumrhu elilawulayo yi-ofisi ejongene neeteksi yephondo ekungaqhagamshelwana nayo kwezi nombolo ...  > 
Iinkcukacha ngeeNkonzo zeeBhasi
UGolden Arrow kungoku nje ubonelela ngeenkonzo zeebhasi. Ezi zivumelwano sele zikho kuya kungena izivumelwano zabasebenzi be-SMME ukuxhobisa nokudala amathuba omsebenzi. Amaxesha okuhamba kweebhasi angafumaneka ngeemail okanye kwiwebsite ethi, Golden Arrow website.  > 
IiNkonzo Zikaloliwe Wabahambi - eKapa
Iwebsite yeCapeMetrorail izisa iinkcukacha ezihlaziyiweyo za-maxesha okuhamba koololiwe, iintlawulo kunye neendlela azihambayo.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 24 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo