| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Iinkcukacha Malunga noKhuseleko Ezindleleni
INKCAZELO: |
Iphulo lika"Fika uPhilile" lijonge ukunciphisa inani lobomi ekuphulukwana nabo kwiindlela zoMzantsi Afrika, oko kusenziwa ngokwenza uluntu lube nolwazi malunga neenkxalabo ebhekiselele kwezokhuseleko ezindleleni.Iphulo lika"Fika uPhilile" lasungulwa ngo-2001. Ukususela ngoko ukufa kwabantu ezindleleni kwehla ngomlinganiselo oyi-7.4%. Kusindiswa ubomi obungama-270 ubuncinane rhoqo ngonyaka ukususela ekuqaleni kuka"Fika uPhilile". Oku kuthetha ukuba kugcinakele ngaphezu kwama-R450 yezigidi kuqoqoqsho lweli. IPhulo eli lisebenzisaizixhobo zokufunda ndawonye namanani eengozi zendlela ukwenza uluntu lube nolwazi malunga neengozi kwaneengozi zendlela. |
IMIYALELO: |
Ungatsalela kwiZiko lika"Fika uPhilile" leSizwe ku-0800 005 619 okanye ubathumelele nangefeksi ku-0800 111 301. Ungabatyelela nakwiwebsite engu-Arrive Alive website ukuze ufumane iinkcukacha ezizezinye malunga nokhuseleko ezindleleni. Ungazifumana iinkcukacha ezimalunga nokhuseleko ezindleleni kwiSebe lezoKhuseleko loLuntu lePhondo. |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Isebe Lezothutho (The Government of South Africa) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 9 uSeptemba 2004
Iphulo lika"Fika uPhilile" lijonge ukunciphisa inani lobomi ekuphulukwana nabo kwiindlela zoMzantsi Afrika, oko kusenziwa ngokwenza uluntu lube nolwazi malunga neenkxalabo ebhekiselele kwezokhuseleko ezindleleni.