| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Amathuba Ekhondo Elinokulandelwa loMsebenzi kwiSebe LeZothutho neMisebenzi yoLuntu
INKCAZELO: |
Eli Sebe lijongene nezikolo namaziko emfundo ephakamileyo oqeqesho ukwazisa umfundi ngeenkalo apho izakhono zinqongopheleyo khona, oko kusenziwa ngokubaqhelanisa nezi nkalo. |
IMIYALELO: |
Ungaqhagamshelana neli Sebe ukuze kwenziwe amalungiselelo okuya kwisikolo sakho okanye kwiziko lemfundo elo.Jacques Van Eeden Inombolo yomnxeba: 021 483 4203 javeeden@pgwc.gov.za |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Imicimbi Yamaqumrhu (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 23 uFebruwari 2004