Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UNCEDO-MALI & NENKXASO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Ukufaka Isicelo Senkxaso-mali kule Nkqubo Yophuhliso Lwezixhobo Zolimo
Le Nkqubo Yophuhliso Lwezixhobo Zolimo ke ijolise kuxhaseni amaqela, abantu kwakunye noluntu olukweli candelo lwezolimo oluhlala kwiingingqi ezazisakuhleleleka kwilixa elingaphambili.  > 
Ukufakwa kwezicelo zoncediso-mali kwiPhulo le-LRAD
I-LRAD ijolise kubantu abaMnyama, kwaye iya kubanceda ukuba bakwazi ukuba namathuba awongezelelekileyo okufumana imihlaba yolimo abaya kuthi bayisebenzise, ibe yeyabo, ngokuthi ibanike uncedo-mali. Olu ncedo-mali lukaRhulumente lukhutshwa simahla, kwaye akukho mfuneko yookuba lubuyiswe. Kambe ke, into elindelekileyo kukuba abo bafake izicelo mabafake isandla nabo ngokukhupha ...  > 
Ukufakwa kwezicelo zoncedo-mali kwiPhulo loKhuseleko loKutya
IPhulo loKhusleko loKutya, i-FSP lineenjongo zokunika inkonzo yenkxaso kuphela kumaqela abantu abavela kwiindawo ezazifudula zisingelwe phantsi phambili phaya abanomnqweno wokuziqalela izitiya zabo. Eli phulo liya kuyinika inkxaso-mali yokuqalisa iprojekthi leyo yokusungula isitiya yabahlali okanye ke neprojekthi.ISebe lezoLimo liya kunika amaqela angama-20 inkxaso-mali rhoqo ngonyaka ngamnye, ...  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uJuni 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo