| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Ukufaka Isicelo Senkxaso-mali kule Nkqubo Yophuhliso Lwezixhobo Zolimo
INKCAZELO: |
Le Nkqubo Yophuhliso Lwezixhobo Zolimo ke ijolise kuxhaseni amaqela, abantu kwakunye noluntu olukweli candelo lwezolimo oluhlala kwiingingqi ezazisakuhleleleka kwilixa elingaphambili. Le nto ke ithetha ukuba iSebe Lezolimo: kwiNtshona Kapa linikezela ngenkxaso yezimali ukuze kufumaneke izixhobo ezomeleleyo zolimo, eziya kuncedisa ekuphuculeni imisebenzi yolomo ze zomeleze nokubandakanyeka kolunmtu kweli candelo lezolimo. Kukho ke iindlela ezithile emazilandelwe kwinkqubo yokufakwa kwesicelo:
Icebo elo kufuneka libe liqulethe ulwazi ngoku kulandelayo:
Amaphulo ayakuqwalaselwa kabini ngonyaka, ngenyanga kaTshazimpunzi nangeyeThupha. Nceda uqwalasele ke ukuba inkxaso-malui efakelwe isicelo kunyaka-mali othile siyakuphunyezwa kuphela kunyaka-mali olandelayo. Le ke yinkxaso-mali, hayi imali-mboleko yaye kuzo zonke izicelo zenkxaso-mali zamaphulo ezithe zaphunyezwa akulindelekanga ukuba iphinde ibuyiswe le mali. |
IMIYALELO: |
Ukuze ufumane ezinnye iinkcukacha, kwanendlela yokwenza icebo lokuphumeza iphulo, kufuneka kuqhagamshelwane nalo mntu ungezantsi apha.
Qhagamshelana:
no-Iaan Olckers Inombolo Yomnxeba: 021 808 5103 iaano@elsenburg.com |
IFUMANEKA KWI: |
La mabakala amaziko: |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Farmer Support and Development (Department of Agriculture, Provincial Government of the Western Cape) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uJuni 2006