| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Izibheno Zokuhlolwa Kokuphazamisana neNdalo Engqongileyo
INKCAZELO: |
Izibheno kwizigqibo zeSebe, kuquka Amaxwebhu Aneenkcukacha Zesigqibo ekufikelelwe kuso ngokweMimiselo Yokuhlolwa Kokungqubana neNdalo Engqongileyo (Izaziso zikaRhulumente EziNombolo ingu 1182 nengu 1183 yomhla we-5 kweyoMsintsi ka-1997) njengokuba yafakwa izilungiso (iMimiselo ye-EIA), KUFUNEKA zingeniswe kuMphathiswa iMiba yeNdalo Engqongileyo noCwangciso loPhuhliso, hayi kwiSbe ngokwalo. |
IMIYALELO: |
Kufuneka ugcwalise iphetshana elinemibuzo ngesibheno eso ze ulingenise, kwaneempepha zesibheno sakho njengoko kutshiwo kwicandelo 11 leMimiselo ye-EIA, kuMphathiswa. Qhagamshelana neCandelo loMphathiswa ku: Suraya Hamdulay UNobhala Olawulayo Private Bag X9186, Cape Town, 8000 Inombolo yomnxeba: 021 483 3915 Inombolo yefeksi: 021 483 2726 shamdula@pgwc.gov.za |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
iCandelo loMphathiswa Wezendalo, Ucwangciso Nophuhliso Loqoqosho (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 16 uOktobha 2006