 - Yontoni Enokubuyiselwa Kwisimo Sokusebenza?
- Indlela Yokubuyisela Inkukuma Kwisimo Sokusebenza
- Leliphi Iphepha Endinokuphinda Ndilisebenzise?
- Yeyiphi Iglasi Endinokuphinda Ndiyisebenzise?
- Ukubuyisela Kwisimo Sokusebenziseka Intsimbi
- Ukubuyisela Iplastiki Kwisimo Sokusebenziseka
- Indlela Yokubuyisela Kwisimo Sokusebenziseka Inkukuma Esebenza Ngombane
1. Yontoni Enokubuyiseleka Kwisimo Sokusebenziseka? Esi sikhokelo siyakukucacisela ukuba leliphi na iphepha, iplastiki, intsimbi, neglasi enokubuyiselwa kwisimo sokusebenza. Iitoti neebhotile ezigcina izinto zokucoca (iplastiki eqinileyo efana naleyo isetyenziselwa ukufaka iHandy Andy, ibleach, isepha engamanzi yokuhlamba izitya, isithambisi-mpahla ezasendlini zoba nakho, yaye zifakwe kwiindawo zenkukuma. iimagazini ezenziwe ngezinto ezincangathi nemifanekiso encangathi ziyabuyiseleka kwisimo sokusebenziseka,ukuba nje azivalwanga ngaplastik yaye ezinye ezi zona zimdaka kakhulu futhi zifuna thina bantu.
2. Ingaphinda Isetyenziswe njani Inkukuma? a. Pulusha
Hlamba ze uvase zonke izinto ezidinga ukuhlanjwa kumanqanaba afanelekileyo. b. Ezahlukeneyo zona
Iitoti neebhotile ezigcina izinto zokucoca (iplastiki eqinileyo efana naleyo isetyenziselwa ukufaka iHandy Andy, ibleach, isepha engamanzi yokuhlamba izitya, isithambisi-mpahla. c. Drop off
When your glass, paper, metal and plastic bags are full, drop them off at the Iitoti neebhotile ezigcina izinto zokucoca (iplastiki eqinileyo efana naleyo isetyenziselwa ukufaka iHandy Andy, ibleach, isepha engamanzi yokuhlamba izitya, isithambisi-mpahla.
3. Ukubuyisela Iphepha Neebhokisi Ezi ntlobo zilandelayo zephepha zingabuyiselwa kwisimo sokusebenza:
- Iphepha elimhlophe lase-ofisini
- Iimagazini neencwadi (iimagazini ezenziwe ngezinto ezincangathi nemifanekiso encangathi ziyabuyiseleka kwisimo sokusebenziseka,ukuba nje azivalwanga ngaplastiki)
- Iphepha-ndaba
- Ikhadbodi eyenziwe rhanga-rhanga
Ezi zilandelayo ke azinakubuyiseleka. - HAYI iphepha elincangathi okanye elincanyathiselweyo( elifana nelo lifumaneka kwiibhokisi zeetumato namabhanana)
- HAYI waxy paper ream wrappers
- HAYI amaphepha eteta (aweziselo zemifuno nobisi izinto zokuluphatha ezenziwe ngephepha kungadubneka zibniwe)
- HAYI ipantsi yuekofeti
- HAYI iphepha lekhabon
- HAYI isincamatheli
4. Recycling Glass La alandelayo ke angasetyenziswa kwaho: - Wine bottles
- Iijagi zokutya (ijam esetyenzisiweyo, eyemayonnaise, eyetomatyo sause., njalo-njalo)
- Iozikhanyyisi zeglasi kwakunye nezipili zwe zigcinwe kwiindawo ezinfanelekileyo nazeinobona umntu kiri
Qwalasela ke: Pulushisisa ze womise iibhotile weziqulethe ooamamsi asd s akwainye nezinye zizo. Ungaliushiya iphepha elo lifumaneka kwiglasi.
5. Ukubuyisela Intsimbi Kwisimo SokuphindaIsetyenziswe La macingo alandeayo angathatyathwa afakwe kuzo zonke izinto ezinalo - Iikani zeziselo ezineize nge-aluminiyam
- Iitoti zokutya (ezi ke kufuneka zihlanjwe. Kuyanceda nokususa iphepha elisongeleyo)
- Iziciko zezinto zeglasi
- Izinto zokufaka ezneizwe nge-aluminium nezo
- Izinto zecingo (ezifana nezitepuli, iiklipa zamaphepha)
- Ipeyinti ne-arosoli zetoti (shiya aizinti ezunamagama nezingaphakathi kwezo toti kuba zinobungozi ebantwini nakwizilwanyana)
- Izinto ezindala zezithuthi*
- Izinto zasegadini ezindala*
- Iziingcingo ezingathabathekiyo (nantoni na enekopja, I-aluminiyam, ibhrasi nentsimbi engenasiphene)*
*QWALASELA KE: Ambalwa kakhulu amazibuko okubuyisela izinto kwisimo. Tsalela ke eli ziko lenkuma ukuse.
6. Ukubuyisela Iplastiki Kwisimo Sokuphinbda Isetyenziswe Olu hlobo lulandelayo lweplastiki lungabuyiselwa kwisimo sokuphinda lusetyenziswe:
- Iplastiki ethwala ukutya neziselo (iplastiki eqinileyo efana naleyo kufakwa kuyo izimuncu-muncu zomkhenkce, ubisi, isiselo, amanzi asezibhotileni, ibhotolo nemajarini)
- Iitoti neebhotile ezigcina izinto zokucoca (iplastiki eqinileyo efana naleyo isetyenziselwa ukufaka iHandy Andy, ibleach, isepha engamanzi yokuhlamba izitya, isithambisi-mpahla)
- Iingxowa zeplastiki (iplasitiki ethambileyo efana naleyo isetyenziselwa ukugquma iimagazini, iibhiya eziba ntandathu okanye iipakethe zephepha zokuzindaba)
HAYI izinto zokusongela zingabuyiselaka zona.
7. Ukubuiysela Kwisimo Sokyusetyenziswa Inkukuma Yombane Ezi zixhobo zingaphinda zisebenziseke kwakhona, ukuba akuqinisekanga ngoku, tsalela izibuko ukuze ufumanise. - Izinto zombane (ezifana umzekelo: neminxeba yesinqe, iikhompyutha, zisebenza zingasebenzi)
- Izinto zendlu ezisebenza ngomane (umzekelo: izikhenkcisi, izigcadi, zisebenza zingasebenzi)
|