Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UNXIBELELWANO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Khangela ze Ufumane Ipasile yakho Oyiposileyo
Ungazikhangela iipasile oziposileyo kwi-internet usebenzisa inkqubo eyaziwa ngokuba yiNkqubo Yokukhangela Iipasile Zeposi yeCandelo Leeposi zaseMzantsi Afrika.  > 
Ukufaka Isicelo Senkonzo Yokuthunyelwa Kweposi Yabucala
Inkonzo yabucala yokuthunyelwa kweposi yenzelwe abantu namakhaya.  > 
Ukuhlaziya Iibhokisi Zeposi Kwakunye Neengxowa Zeposi Zabucala Ezikwi-Internet
Ungayihlaziya ibhokisi yakho yeposi rhoqo ngonyaka okanye yeposi yabucala oyiqeshayo ngokusebenzisa indlela ekhuselekileyo yokuhlawula ye-Ofisi Yeposi yoMzantsi Afrika kwi-internet.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 27 uJulayi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo