Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
Khangela ze Ufumane Ipasile yakho Oyiposileyo
INKCAZELO:
Ungazikhangela iipasile oziposileyo kwi-internet usebenzisa inkqubo eyaziwa ngokuba yiNkqubo Yokukhangela Iipasile Zeposi yeCandelo Leeposi zaseMzantsi Afrika.
IMIYALELO:
Kufuneka ufake into oza kuchaza ngayo loo pasile apha (njengoko ifumaneka kwikhowudi yayo), umzekelo: RD846493458 (musa ukongenza gama ku-ZA) okanye: T000002355.

track and trace sticker
Iphetshana Elincanyathiselwayo Lokukhangela Nokubona

Ungaqhagamshelana neSebe Leenkonzo Zabathengi le-Ofisi Yeposi yoMzantsi Afrika kwezi nombolo zilandelayo:

I-email: track&trace@sapo.co.za
Kule Nombolo Yomnxeba Ingahlawulelwayo 0860111502
Ngala maxesha:ngeMivulo ukuya ngooLwezine ukusukela nge-07 :30 ukuya nge-17:30
ngoLwesihlanu ukusukela 07:30 kuye nge-17:00
ngoMgqibelo ukusukela nge-08:00 kuye nge-12:00
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IQumrhu leLizwe loPhuhliso
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 12 uEpreli 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo