Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMITHETHO ESAYILWAYO: 2004
Imithetho Esaqulunqwayo yinkangeleko yokuqala yomthetho osayilwayo. Emva kwexesha lengcaciso kuluntu, uYilo olusele lufakwe izilungiso lulungiselelwa ukugqithiselwa ePalamente.
Ikhonkco 'Lokufaka Izimvo' liya kuvela ukuba kukho naziphi na iimpepha zogayo-zimvo ezisavulelekileyo.
Health Care Waste Management Draft Bill (ifumaneka indlela yokuthetha iilwimi ezininzi kuphela)
(File type: pdf; size: 70 KB)
9 uDisemba 2004
Ulawulo Lokungcola Nenkunkuma (Isebe Lemicimbi Yendalo Nocwangciso Lophuhliso, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
IXESHA LOKUNGENA KWEZIMVO: 12 uMatshi 2005
This Bill aims to provide for the effective handling, storage, collection, transportation, treatment and disposal of health care waste by all persons in the Province of the Western Cape; and to provide for matters incidental thereto.

Written comments on the Draft Bill must be mailed, emailed or faxed, no later than 12 March 2005, to The Deputy Director: Waste Management, Attention: Mr E. Hanekom, Department of Environmental Affairs and Development Planning, Private Bag X9086, Cape Town, 8000. Or you can email your comments to ehanekom@pgwc.gov.za or fax them to 021 483 4425/2979.

Copies of the Bill can be obtained from the Communication Component or you can download it here.
Western Cape Provincial Youth Commission Draft Bill, 2004 (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(File type: pdf; size: 154 KB)
18 uAgasti 2004
Isebe leNkulumbuso (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
IXESHA LOKUNGENA KWEZIMVO: 7 uSeptemba 2004
This draft bill proposes a framework for the Western Cape Provincial Youth Commission and its functions to develop the province's youth.
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 15 uDisemba 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo