Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMIGAQO-NKQUBO: K
Imigaqo-nkqubo kaRhulumente idweliswa ngokwee-alfabhethi.
Le migaqo-nkqubo ikwadweliswa phantsi kwezehlo ezifanelekilyo namabakala akuBomi Bakho neZihloko.
A  B  C  D  E  F  G  H  I  J  K  L  M  N  O  P  Q  R  S  T  U  V  W  X Y Z 
Kangaroo Mother Care Policy / Guidelines (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(File type: pdf; size: 288 KB)
2001
Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Answers to questions on Kangaroo Care: what it is, how it is done, what are the benefits and what is the current policy surrounding this method of looking after low birth weight infants.  > 
Kujoliswe Kumgaqo-nkqubo Wolonwabo Lwabantu Abadala: Isindululo Esisayilwayo Sokusetyenziswa Komhlaba
(File type: pdf)
uOktobha 2002
Isixeko saseKapa
Olu xwebhu lusayilwayo loMgaqo-nkqubo luqwalasela ishishini lokonwabisa abantu abadala, indawo olumi kuyo ngokwasemthethweni kwanendlela oomasipala abangathi balimisele ngayo. Lukwajonga nendlela yokulawula ukusetyenziswa komhlaba, kwaneendlela zokujongana nezi meko zisemethethweni ziqhubekayo ngoku kwaneemeko zethuba elizayo. Olu xwebhu luxhasa ukuba ushishino lokonwabisa abantu abadala kufuneka lumiselwe ngokwemiqathango ehlanganisiweyo yemimiselo yeenkqubo zosiko lwemihlaba ndawonye nemimiselo eyahluka-hlukeneyo yezempilo nokhuseleko. Lukwagxininisa nasekubeni kukwakho neemfuno zokwenziwa kweenkqubo zodlalo-ndima ekuphuhlisweni komgaqo-nkqubo oza kujongana nezokonwabisa abantu abadala.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 6 uOktobha 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo