Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IINKCUKACHA ZOLUNTU: Y
Ushicilelo olunolwazi oluphangaleleyo lulungelelaniswa nee-alfabhethi.
Ezi mpepha zikwalungelelaniswa nezehlo namabakala obomi ezimbelana nawo kuBomi Bakho neZihloko.
A  B  C  D  E  F  G  H  I  J  K  L  M  N  O  P  Q  R  S  T  U  V  W  X  Y  Z 
Yazi iLabour Relations Act Yakho
Esi sikhokelo sinikezela ingcaciso ngemithetho enento yokwenza nemicimbi yabasebenzi equlethwe kwiLabour Relations Act. (Efumaneka ngesiNgesi kuphela)  > 
Yenza Isicelo Sakho Semali-mboleko ye iKapa Elihlumayo Ngoku!
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 536 KB)
Ukuba uxakene nokuhlawula ityala lakho leKholeji Yemfundo Noqeqesho Oluqhubekekayo, kuya kufuneka uqwalasele ukufaka isicelo seMali-mboleko Yokufunda ebizwa Likapa.  > 
Yintoni Emayenziwe Kwindawo Yengozi
Olu xwebhu luqulethe iinkcukacha ezihamba ngokwamanqanaba ezinto ekufuneka uzenzile ukuba ubandakanyeka kwingozi yesithuthi.  > 
Yintoni Impilo Yengqondo?
Olu ke luxwebhu oluthe ngqo nolucacileyo ngokuba kuthethwa ngantoni na xa kuthethwa ngempilo yengqondo nangokuguka engqondweni. Liphetshana elinemibuzo ngendlela abantu abamelana ngayo neenzima zobomi kwakunye neempendulo kwimibuzo ebuzwa rhoqo ngempilo yengqondo.  > 
Yintoni Isifo Sombefu
Olu shicilelo luquka ulwazi ngeempawu, unobangela nonyango lwesifo sombefu. Lukwanikezela nangolwazi ngedlela esi sifo esigqugqisa ngayo apha eMzantsi Afrika.  > 
You can Help your Child with Diarrhoea (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 263 KB)
Reliable information and advice on what steps to take if your child has symptoms of diarrhoea. The causes of diarrhoea are spelt out clearly to help parents.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 5 uJulayi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo