Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
INDALO ENGQONGILEYO & NELIFA LEMVELO
Fishing Rights and Permits (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
We need to protect South Africa's environment and natural resources, including our freshwaters, our oceans and the creatures that live in them.  > 
Coastal Permit System (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This document provides information on coastal and marine conservation and gives details of quotas on lobster, abalone, galjoen and mussels in open season and where to get permits.  > 
Amaphepha-mvume Okulungisa Izakhiwo Zasezimbalini (IiNkonzo)
Ukuze ube uyawuhlonipha umthetho iNational Heritage Resources Act, nabani na onomnqweno wokulungisa izakhiwo ezibalulekileyo kwiimbali zethu kufuneka athumele isicelo semvume kwiBhunga Elijongene Nelifa Lemvelo leNtshona Kapa. Isakhiwo esibalulekileyo kwiimbali sichazwa njengesakhiwo esiminyaka ingaphezu kwamashumi amathandathu sikho.  > 
Ukubhaliswa Kokuqokelelwa Kwabucala Kwamatye Anqabileyo, Izinto Zakudala Ezinqabileyo kunye Namatye awe Esibhakabhakeni (IiNkonzo)
Ngokomthetho, abanini beengqokelela ezenziwa bucala zamatye anqabileyo, izinto ezinqabileyo zakudala kwakunye namatye awe esibhakabhakeni abeqokelelwe phantsi kolawulo lomthetho ongasekhoyo banikwa ixesha de kube ngumhla wokuqala kwekaTshazimpunzi ku-2002 ukubhalisa iingqokelela zabo ne-South African Heritage Resources Agency (i-SAHRA).  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 30 uAgasti 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo