Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UKUZAZISA, UKUFUDUKELA KWELI LIZWE KOMMI WELINYE ILIZWE & NOBUMI
Ukufamana Incwadana yesazisi (IiNkonzo)
Incwadi Yesazisi yincwadi yaseburhulumenteni esetyenziselwa ukuzazisa. Ilizwe ngalinye kufuneka likwazi ukubazi abemi balo. Amaziko abucala nakawonke-wonke nawo afuna ubungqina bokuba ungulo mntu uthi unguye(umzekelo, ukwenzela ukubhankisha nokuvota).  > 
Ukufaka Isicelo seSiqinisekiso Sokuzalwa (IiNkonzo)
Iphetshana elisisiqinisekiso sokuzalwa linikezelwa xa umntwana ebhalisiwe kuMbuso wezwe. Liqulethe iinkcukacha zomntwana yaye liyafuneka njengesiqinisekiso sokuzazisa.  > 
Passports (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 260 KB)
Ucingo lweSebe Lemicimbi yezeKhaya (IiNkonzo)
Ukuba ufuna iinkcukacha ezisuka kwiSebe Lemicimbi yeKhaya, ungaqhagamshelana noCingo lweSebe olungu: 0800 60 11 90.  > 
Ucingo Lwemibuzo Ephathelene noMthetho Wokufudukela Kweli ka-2002 (IiNkonzo)
Isebe Lemicimbi Yekhaya ineengcingo zomnxeba ukunceda abantu abafuna ezinye iinkcukacha ngokufudukela kweli okanye okanye abanemibuzo ngoMthetho Wokufudukela Kweli ka-2002.  > 
Identification Act, 68 of 1997 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 90 KB)
No. 68 of 1997
Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)
This legislation sets out when and how South African identity documents are to be issued. It also provides for the creation and maintenance of the population register.  > 
Immigration Act, 13 of 2002 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 2.2 MB)
No. 13 of 2002
Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)
This Act sets out the conditions under which people may enter the country, stay in the country and leave the country.  > 
Refugees Act (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf)
No. 130 of 1998
Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)
This Act sets out how and when people can apply for asylum in South Africa. It defines who a refugee is and when refugee protection will be granted.  > 
Births and Deaths Registration Amendment Act, 67 of 1997 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf)
No. 67 of 1997
Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)
This Act amends the Births and Deaths Registration Act, 1992, so as to further regulate changing the particulars on documents held by the Department of Home Affairs. It also provides for the assumption of another surname.  > 
South African Citizenship Act (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
No. 88 of 1995
Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)
This Act sets out how South African citizenship is acquired and lost and when it can be resumed.  > 
South African Passports and Travel Documents Act (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
No. 4 of 1994
Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)
This Act provides for the issuing of South African Passports and travel documents.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 26 uNovemba 2007
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo