Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UTYWALA
Western Cape Liquor Board Agendas: 2008 (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
These are the agendas for the meetings of the Western Cape Liquor Licence Board for 2008. Each Agenda lists the liquor licence applications that the Board has discussed or will be discussing at the meeting.  > 
UMthetho oSayilwayo woTywala eNtshona Koloni (IMithetho Esayilwayo)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 160 KB)
No. B8 of 2005
Izimvo kulo mthetho usayilwayo kufuneka zithunyelwe kuNobhala Osabambeleyo: wePalamente Yephondo leNtshona Koloni (zibhekiswe kuNksz NF Saliwa); P.O. Box 648; eKapa 8000 okanye ke zithunyelwe nge-email kule dilesi nsaliwa@wcpp.gov.za okanye zithunyelwe ngefeksi kuNF Saliwa kule nombolo 021 487 1685.  > 
Izicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala (IiNkonzo)
Nawuphi na umntu onqwenelela ukuthengisa, ukwenza nokuhambisa utywala ngokwasemthethweni ngokomthetho kufuneka abe nephepha-mvume lokuthengisa utywala.  > 
Liquor Licence Renewal Information (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 53 KB)
This note provides information on when and how to renew your liquor licence.  > 
Contact Details: Liquor Licensing (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This is a comprehensive list of contacts relating to liquor regulation.  > 
Liquor Act, 27 of 1989 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
No. 27 of 1989
iCandelo Elijongene Nokubeka Imimiselo Yotywala (Isebe Lophuhliso Lwezoqoqosho Nokhenketho, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
This Act contains provisions regulating the sale of liquor, including provisions creating a Liquor Board and provisions outlining liquor licensing procedures.  > 
Liquor Act, 59 of 2003 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
No. 59 of 2003
Isebe Leentengiso Norhwebo (URhulumente Wesizwe soMzantsi Afrika)
The act provides for essential national standards and minimum standards required for the rendering of services. It also provides for measures to promote co-operative government in the area of liquor regulation.  > 
Assessment Guidelines for Liquor Licence Applications within Residential Areas (Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
iCandelo Elijongene Nokubeka Imimiselo Yotywala (Isebe Lophuhliso Lwezoqoqosho Nokhenketho, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Find current Western Cape Liquor Board Assessment Guidelines for liquor licence applications within residential areas as referred to in Section 22 (of the Liquor Act, Act 27 Of 1989)  > 
Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala (IiNkonzo)
Unakho ukungasamkeli isicelo sephepha-mvume lotywala.  > 
Izikhalazo Ezinento Yokwenza Namashishini Anamaphepha-mvume Okushishina Ngotywala (IiNkonzo)
Ukuba usomashishini othengisa utywala uthi aphaamisane nabanye abantu, oku kunokuthi kanti akuhambiselani nomthetho iLiquor Act okanye ke imiqathango yelo phepha-mvume. Kusenokufakwa isikhalazo emapoliseni, aya kuthi ke wona amthathele amanyathelo loo somashishini. Kwingingqi apho kukho khona umbutho wasekuhlaleni, umzekelo, iqoqo lamapolisa asekuhlaleni okanye umbutho wabahlawuli berhafu ...  > 
Current Valid Liquor Licences in the Western Cape (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This is a summary of all valid liquor licences in the Western Cape as of August 2003 to current.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo