Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
SEBENZA & UFUNDE
IMvume Yokufunda, Eyokuphangela Nezinye Iintlobo Zemvume (IiNkonzo)
Phambi kokuba ungene eMzantsi Afrika, kufuneka ube nencwadana yokundwendwela yexeshana). Kwizibuko lokungena, incwadana leyo iya kuthathwa ze wena unikwe iphepha-mvume lokuhlala kweli ixeshana elixela ukuba unokuhlala ixesha elingakanani yaye ngasiphi na isizathu. Kufuneka ufake izicelo ezixela izizathu zondwendwe lwakho, phambi kokuba uze kweli lizwe.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 2 uEpreli 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo