Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UKUQALA & UKHULISE ISHISHINI ELILELAKHO
Amaziko eRED Door Anikezela Ngeengcebiso Kumashishini Asakhasayo, akhulayo Namakhulu, Wephondo (iCandelo Likarhulumente)
Iphulo iRED Door linyathelo lecandelo elilawula amashishini asakhasayo, asakhulayo nakhulileyo elikwiSebe Lophuhliso Loqoqosho Nezokhenketho. Eli candelo ke lijolise ekuphuculeni ekuphakamiseni uphuhliso lwamashishini asakhasayo kunye/okanye amashishini aphantsi kwabanini abamnyama. Yintoni le RED Door?, Ingakunceda njani le RED Door? Isixhobo Soncedo Neengcebiso Kumashishini Amancinci ...  > 
Iingcebiso Kumashishini Asakhasayo (IiNkonzo)
Ukuba ungumnini weshishini elisakhasayo odinga inkxaso nokuncediswa, amaziko Anikezela Ngeengceibiso eRED Door akwiNtshona Kapa iphela anganakho ukukunika iingcebiso, akuncede uze nomkhomba-ndlela ze akuthumele nakweminye imibutho enikezela ngeengcebiso zoshishino. Fumanisa banzi ngeli Nyathelo leRED Door, Fumana eyona Ofisi Inikezela Ngeengcebiso yeRED Door ikufutshane nawe, ...  > 
How Can We Support Your Tourism Business? (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This information pack aims to help anyone who wish to start a tourism business. Included are valuable contact details as well as an overview of policies impacting on the tourism industry.  > 
Iindlela Zokuseka Iintlobo Ezahlukeneyo Zamashishini Ezotyelelo (IiNkcukacha Zoluntu)
Isicatshulwana esisuka kupapasho oluthi "Facilitating Entrepreneurship in Tourism", esi sikhokelo sijoliswe ekuncedeni abanini-mashishini ezotyelelo ukuba baqale amashishini kwicandelo lezotyelelo. Siquka iinkcukacha ngokufumanisa ngemimiselo yoshishino eyahlukeneyo ze iqinisekise futhi ukuba ishishini lakho liyayithobela.  > 
Tourism Entrepreneurship Manual (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: doc; ubukhulu: 190 KB)
This document considers the pros and cons of starting a tourism business and guides you through a number of questions that you will need to answer before deciding to start a new business.  > 
INkqubo Yokushishina NgezoKhenketho (TEP) (IiNkonzo)
INkqubo Yokushishina ngezoKhenketho (TEP) linyathelo lokuqala leNgxowa-mali yezoShishino. Le nkqubo izalisekiswa ziinkampani nabantu abaqeshelwe oko leli phondo.  > 
Facilitating Entrepreneurship in Tourism (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 534 KB)
This document assists potential entrepreneurs in the tourism industry, highlighting issues that need to be considered and providing information about how to set up a business. It looks at the potential of the tourism industry, choosing whether to enter the industry, operating a small tourism business, how to establish various types of tourism businesses, writing a business plan and writing proposals.  > 
IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho (IiNkonzo)
INkqubo yeDesika yoNcedo kwezoKhenketho iqaliselwe ukunikezela uncedo kubarhwebi kwezokhenketho. IDesika yoNcedo nganye kwezoKhenketho iphawula ngokudlamkileyo amathuba kunye nabarhwebi ekuqaliseni ukukhula kwezoKhenketho kwii-SMME ingakumbi kwimimandla esemaphandleni. Olu ncedo lulandelayo luya nikezelwa: Kugcinwe incwadi enoluhlu lwamagama abanikezeli benkxaso, amathuba oshishino, amathuba enkxaso-mali kunye neqela labalamli abanolwazi ngoku ...  > 
Tourism Help Desk Programme (ISicwangciso -qhinga/ISicwangciso Soshishino) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 157 KB)
2000 - 2005
Marketing your Tourism Business (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This handbook provides information on tourism marketing, the tourism marketing process and various marketing tools. It also contains a number of case studies and guidelines on developing a website and doing market research.  > 
Small Medium Enterprise Development Programme (SMEDP): Tourism (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 276 KB)
Small Business Support Booklet (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 102 KB)
This Handbook provides tourism businesses with a comprehensive list of support services (training, mentorship, etc) that are available to tourism SMMEs.  > 
ISicelo seeMpawu zezoKhenketho eziNdleleni (IiNkonzo)
Ungasenza isicelo seemphawu zezokhenketho ukuba zimiselwe kufutshane nesibonelelo sakho sokhenketho. Iindidi ezintathu zesi sibonelelo zingasetyenziswa:Isibonelelo sokhenketho esiqulethe umtsalane kubakhenkethi, iinkonzo zokhenketho, indawo yokuhlala kunye neziganeko ezizodwa. Isibonelelo senkonzo yoluntu okanye inkonzo yoluntu jikelele equlethe izinto ezenza izihamba-ndlela ezininzi (ezinjengeziko lentengiso kummandla) kunye nezinto ezenza izihamba-ndlela ...  > 
Road Signage Framework (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The Department has spent considerable time with industry and local government in a province-wide consultative process resulting in the preparation of a Provincial Tourist Facility Audit, and a Framework for the Signing of IndividualFacilities and the Establishment and Signing of Tourist Areas and Routes in the Western Cape. The guidelines will lead to a major improvement in the quality of tourist and services signing throughout the Province and will provide an added contribution to the success and promotion of the tourism industry.  > 
Guidelines and Application Form for Tourism Road Signage (Umgaqo-nkqubo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 306 KB)
1 uFebruwari 2003
Department of Economic Development and Tourism (Provincial Government of the Western Cape)
The document contains guidelines for Local Tourism Bureaus (LTB), information applicants wanting to apply for tourism road signs and the application forms.  > 
UBhaliso kuLuhlu Oluneenkukacha zoShishino lwabaMnyama (IiNkonzo)
ISebe leMicimbi yeNdalo esiNgqongileyo noKhenketho kwiNkqubo yeShishini lezoKhenketho (TEP) lithabatha inxaxheba kwisiseko soluhlu oluneenkcukacha zoshishino lwabamnyama ngokusebenzisana noKhenketho eMzantsi Afrika. Olu luhlu luneenkcukacha luya kuqinisekisa ukuba la mashishini kuyashishinwa ngawo, ukuba afumana amanyathelo afanelekileyo kulwakhiwo lwezikhundla kwakunye nokuba afumana amathuba afanelekileyo kurhulumente.  > 
Provincial Tourism Facility Audit and Signing Framework for the Western Cape (Iingxelo noPhando) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
1 uJulayi 2002
Department of Economic Development and Tourism (Provincial Government of the Western Cape)
This document contains an audit of the existing direction signs and tourist information infrastructure in the province and provides a framework for developing a holistic approach to the provision of tourism signs and information in the Western Cape.  > 
Handbook: Support Programmes for Tourism Businesses (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 383 KB)
This handbook provides information on programmes aimed at providing assistance to SMMEs in the tourism industry. It contains details on the criteria for funding, the application process and the contact details of the relevant institutions.  > 
Western Cape Tourism Act 1997 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 36 KB)
No. 3 of 1997
Department of Economic Development and Tourism (Provincial Government of the Western Cape)
This Act establishes the Western Cape Tourism Board and sets out its powers and functions.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 12 uAgasti 2008
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo