Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IINKONZO EZINGUNDOQO/AMAZIKO ENKQUBELA/IZIXHOBO ZONCEDO
Inkqubo Yokulungiswa Kwemigaqo iZenzele (IiProjekthi)
Injongo yeli phulo kukuqinisekisa ukumiselwa kwenkqubo yokulungiswa kwemigaqo eliza kuqesha inani elandisiweyo labantu baloo ngingqi abaza kwenza lo msebenzi.  > 
Amanzi Nombane Asimahla (IiNkonzo)
URhulumente udize iinjongo zakhe zokubonelela ngeenkonzo zamanzi kunye nezombane ezingundoqo nezisimahla kubantu bonke. Kukwakho nenyathelo lokubonelela ngeenkonzo ezisimahla zococeko.  > 
Local Government Responsibilities (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The Constitution states the local municipalities are responsible for the following:beaches and amusement facilities, billboards and the display of advertisements in public places, cemeteries, funeral parlours and crematoria, cleansing, control of public nuisances, control of undertakings that sell liquor to the public, facilities for the ...  > 
Iqondo likaMaspala (IiNkonzo)
Oomaspala banoxanduva lokubonelela ngeenkonzo ezingundoqo kuye nawuphi na ubani ohlala kwindaeo abalawula kuzo. Ezi nkonzo ziquka:Ukubonelela ngamanzi, Ukulandwa nokulahlwa kwamanzi amdaka, Ukusuwa kwenkukuma, Ukubonelela ngombane nerhasi, Ukwakhiwa nokugcinwa kweendlela zikamaspaala, Ukuhanjiswa kwamanzi esaqhwithi, Ukukhanyiswa kwezitalato, Iindawo zikamaspala zokuzonwabisa nolonwabo.  > 
City of Cape Town Customer Care Services (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
In September 2003, the City of Cape Town launched a new Contact Centre. The Centre handles queries regarding municipal services and accounts.  > 
Amacebo Okonga Umbane (IiNkcukacha Zoluntu)
Eli phetshana linika abasebenzisi bombane amacebo okonga umbane namandla.  > 
Property Rates Bill: Key Information (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf)
This document outlines what rates are and how they work. It also introduces the new Bill and explains how this proposed law will impact on municipalities and property owners.  > 
National Water Bill (IMithetho Esayilwayo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 329 KB)
1 uOktobha 1998
This bill provides for fundamental reform of the law relating to water resources, repeals certain laws and provides for matters connected therewith.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 4 uJulayi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo