Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
Konke Odinga Ukukwazi Ngokubhaliswa Kwemibutho Engajonge Ngeniso (IiNkcukacha Zoluntu)
Lo mqulwana ke unika inkcazelo ngendlela yokubhalisa umbutho ongekho phantsi kolawulo lukarhulumente okanye umbutho ongajonge ngeniso.  > 
Ukubhaliswa Nokugaywa Kwenkxaso Yezimali Yimibutho Engajonge Ngeniso (IiNkonzo)
ISebe lePhondo leeNkonzo Zoluntu Nokupheliswa Kwetlupheko incwadana nee-NPO ngezimali ngelixa iSebe leSizwe loPhuhliso Loluntu lona liqinisekisa ukuba zonke ii-NPO zibhalisiwe.  > 
List of Non-Profit Organisations in the Western Cape (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 998 KB)
This is the list of all non-profit organisations in the Western Cape which are registered with the Department of Social Development. The list includes registration details, as well as basic information on each organisation.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 24 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo