Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
AMALUNGELO ABATHENGI
Ityala Neemali-mboleko (IiNkcukacha Zoluntu)
Abantu abaninzi banohlobo oluthile lwetyala okanye lemali-mboleko. Ityala lilulutho kuba likuvumela ukuba uthege izinto xa uzifuna kodwa ungekabi namali yazo. Kukho intaphane yemithetho nezikhuselo ezikhoyo ukuqinisekisa ukuba ababolekisi abakukhobozi, kodwa esona sikhuselo siqinisekisa ukuba uyawazi amalungelo noxanduva lwakho.  > 
Izikhalazo Zabathengi (IiNkonzo)
Ukuba ayikonwabisi inkonzo okanye imveliso, unalo ilungelo lokukhalaza. Unakho ukufaka izikhalazo zakho njengoMthengi kwiMisebenzi Yabathengi kwakunye noRhwebo olunoBulungisa.  > 
Uqeqesho Ngemiba Yabathengi Iintlangano Kwaneenkonzo Zokunika Ulwazi (IiNkonzo)
IiNkonzo Zabathengi neNtengiso Enobulungisa inikezela ngolwazi eLuntwini ngamalungelo njengabaThengi okanye abaSebenzisi beZinto.  > 
Ii-Ofisi Zeengcebiso Kubathengi (IBakala Lezxhobo)
Athini Amalungelo Abathengi? (IiNkcukacha Zoluntu)
Uphando Lukazwelonke Ngemiba Yabathengi ngo-2004 lufumanise ukuba bambalwa kakhulu abemi boMzantsi Afrika abawaziyo amalungelo abo njengabathengi. Olu shicilelo lufutshane lubeka elubala amalungelo abathengi asibhozo ahlonitshwa lihlabathi ngokubanzi naluphawu lwemibutho namaphulo amalungelo abathengi. La malungelo awafani namalungelo oluntu athiwe thaca kuMgaqo-siseko, noxa ke esebenzisana futhi ehambelana ngeendlela ezininzi.  > 
National Consumer Survey (Iingxelo noPhando) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 269 KB)
2004
Isebe Leentengiso Norhwebo (The Government of South Africa)
The results of this survey show that South African consumers do not have a clear idea of what their consumer rights are. A large number of respondents siad that they would like more information about all aspects of consumer rights.  > 
Consumer Survival Guide (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 343 KB)
This brochure contains information on consumer rights and tips on how to avoid unwise purchases.  > 
Lay-By (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 261 KB)
This brochure provides information on the rights and duties of sellers and buyers who enter into lay-by agreements.  > 
Imali-mboleko (IiNkcukacha Zoluntu)
(Uhlobo loxwebhu: jpg; ubukhulu: 585 KB)
Le ncwadana yengcaciso iqulethe iinkcukacha ngomawukuthathele ingqalelo phambi kokuba uvule uthotho lwamatyla futhi nomawukwenze xa ungasakho ukuhlawula okanye ukuba ufuna ukuhlawula utyala phambi kwexesha.  > 
The Sheriff (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 308 KB)
This brochure provides information on the sheriffs of the court and their duties.  > 
Cars: Buying and Repairs (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 288 KB)
This brochure contains consumer information on buying a new car or having your car repaired.  > 
The Self-Help Approach to Consumer Problems (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 1.2 MB)
This handbook contains information on consumer rights and consumer organisations. It also contains a simplified complaints procedure and tips on how to be a smart customer.  > 
Western Cape Consumer Affairs (Unfair Business Practices) Act (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 49 KB)
No. 10 of 2002
Department of Economic Development and Tourism (Provincial Government of the Western Cape)
This Act provides for the creation of an Office of Consumer Protector to receive and investigate complaints of alleged unfair business practices. It also provides for a Consumer Affairs Tribunal to be established to hear cases regarding unfair business practices.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 29 uOktobha 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo