Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
EZONXIBELELWANO
Directory of Free Public Internet Access Points in the Western Cape (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
Khangela ze Ufumane Ipasile yakho Oyiposileyo (IiNkonzo)
Ungazikhangela iipasile oziposileyo kwi-internet usebenzisa inkqubo eyaziwa ngokuba yiNkqubo Yokukhangela Iipasile Zeposi yeCandelo Leeposi zaseMzantsi Afrika.  > 
Ukufaka Isicelo Senkonzo Yokuthunyelwa Kweposi Yabucala (IiNkonzo)
Inkonzo yabucala yokuthunyelwa kweposi yenzelwe abantu namakhaya.  > 
Ukuhlaziya Iibhokisi Zeposi Kwakunye Neengxowa Zeposi Zabucala Ezikwi-Internet (IiNkonzo)
Ungayihlaziya ibhokisi yakho yeposi rhoqo ngonyaka okanye yeposi yabucala oyiqeshayo ngokusebenzisa indlela ekhuselekileyo yokuhlawula ye-Ofisi Yeposi yoMzantsi Afrika kwi-internet.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 27 uJulayi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo