Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IZITHUTHI, IINGOZI & NOKHUSELEKO EZINDLELENI
Speeding Fines for Light Motor Vehicles (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
Traffic officers and departments refer to this table of speeding fines, determined by a magistrate, when deciding how much a speeding fine should be.  > 
Iinyaniso Ngokhuseleko Ezindleleni (IiNkcukacha Zoluntu)
Olu shicilelo luqwalasela amanye amabakala angundoqo kukhuseleko ezindleleni, kuquka izantya eziphakamileyo, ukuqhuba uphantsi kweempembelello zotywala nokunganyamezelani kwabaqhubi ezindleleni.  > 
Yintoni Emayenziwe Kwindawo Yengozi (IiNkcukacha Zoluntu)
Olu xwebhu luqulethe iinkcukacha ezihamba ngokwamanqanaba ezinto ekufuneka uzenzile ukuba ubandakanyeka kwingozi yesithuthi.  > 
Ukufumana Ikopi yeNgxelo Yengozi (IiNkonzo)
Ukuba ngaba ufumene ingozi, kufuneka uyixele emapoliseni aya kuthi ke wona enze ingxelo ngayo. Kufuneka kwixesha elizayo uzifumane iinkcukacha ezimalunga nengozi okanye ikopi engeNgxelo yeNgozi oya kuyifuna ukukhangela ukuba ingxelo leyo yengozi igciniwe ...  > 
Virtual Breathaliser (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
This in an online service, which allows you to calculate whether you are over the legal limit or not, based on how much you have drunk, your body weight, time, and gender.  > 
Iintlawulo Zezohlwayo Zendlela: Imibuzo Ebuzwa Rhoqo (IiNkonzo)
Umaspala ngamnye ujongana nezohlwayo zeziphoso zendlela enegunya lokujongana nazo. Kulilungelo lakho ukujonga uqinisekise imifanekiso ekwiikhamera zesantya ze ufake isikhalazo ngaso nasiphi na isohlwayo ongasiqondiyo.  > 
Iinkcukacha Ngeengozi Zezithuthi kwiPhondo Eli (IiNkonzo)
ISebe leZothutho neMisebenzi yoLuntu lilo eligcina iinkcukacha zeengozi ezathi zehla kwiphondo eli.  > 
National Transport Information System (NaTIS) Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This site contains information on NaTIS, eNaTIS and the credit card format driving licence conversion programme. It also contains statistics on vehicles, driver's licences, accidents and road signs.  > 
Road Accident Fund Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This site contains information and advice on claiming from the RAF. You can also download claims forms and check the status of your claim.  > 
Arrive Alive Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This comprehensive site contains detailed information on road safety, including information on various safety hazards such as the condition of your vehicle and drunken driving. There is also information on how to respond in an emergency, and a discussion forum.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 18 uDisemba 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo