Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UQEQESHO NEEMFUNDISO
Amaziko eRED Door Anikezela Ngeengcebiso Kumashishini Asakhasayo, akhulayo Namakhulu, Wephondo (iCandelo Likarhulumente)
Iphulo iRED Door linyathelo lecandelo elilawula amashishini asakhasayo, asakhulayo nakhulileyo elikwiSebe Lophuhliso Loqoqosho Nezokhenketho. Eli candelo ke lijolise ekuphuculeni ekuphakamiseni uphuhliso lwamashishini asakhasayo kunye/okanye amashishini aphantsi kwabanini abamnyama. Yintoni le RED Door?, Ingakunceda njani le RED Door? Isixhobo Soncedo Neengcebiso Kumashishini Amancinci ...  > 
Resources for Small Businesses (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
These are some of the many public and private sector organisations that provide support for small businesses.  > 
Uncedo Kubanini-mashishini Abasakhulayo (IiNkonzo)
Ngo-2001/2002 abafundi abangama-3000 abavela kwizikolo ezingama-64 baye baziswa ngoqeqesho loshishino.  > 
Iingcebiso Kumashishini Asakhasayo (IiNkonzo)
Ukuba ungumnini weshishini elisakhasayo odinga inkxaso nokuncediswa, amaziko Anikezela Ngeengceibiso eRED Door akwiNtshona Kapa iphela anganakho ukukunika iingcebiso, akuncede uze nomkhomba-ndlela ze akuthumele nakweminye imibutho enikezela ngeengcebiso zoshishino. Fumanisa banzi ngeli Nyathelo leRED Door, Fumana eyona Ofisi Inikezela Ngeengcebiso yeRED Door ikufutshane nawe, ...  > 
Isikhokelo Esishwankathelweyo seNkqubo Yeengcebiso Nenkxaso yeThuso (IiNkcukacha Zoluntu)
Le ncwadana inikezela ngeenkcukacha ezigcweleyo ngeNkqubo Yeengcebiso yeThuso ndawonye nemigaqo nemiqathango yokuthabatha inxaxheba kule nkqubo.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 12 uAgasti 2008
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo