Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
OOVIMBA-MPEPHA
Ukufikelela Koovimba-mpepha (IiNkonzo)
Iziko Lolondolozo Loovimba-mpepha laseKapa livumela uluntu ukuba lufikelele kwiimpepha zaseburhulumenteni kwaneempepha zabucala ezimashumi mabini nangaphezulu eminyaka ubudala. Lo vimba-mpepha usetyenziselwa ukugcina iinkcukacha zophando lwemfundo ephakamileyo, uphando lwaseburhulumenteni nolwabucala.  > 
iNkqubo Yesizwe Ezihambelayo Yokufumana Iinkcukacha Koovimba-mpepha (ekwabizwa ngokuba yiNAAIRS) (IiNkonzo)
p>Le Nkqubo Yesizwe Izihambelayo Yokufumana Iinkcukacha Koovimba-mpepha sisixhobo esifumaneka kwi-internet sokukhangela amaziko oovimba-mpepha. La mabakala ke aluluhlu lweempepha zoovimba ezifumanekayo ezikumaziko ooVimba-mpepha Besizwe soMzantsi Afrika.  > 
National Archives of South Africa Act, 43 of 1996 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
No. 43 of 1996
Iinkonzo Zamathala Eencwadi Nezoovimba-mpepha (iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
South African Data Archive Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The South African Data Archive (SADA) serves as a broker between a range of data providers (e.g. statistical agencies, government departments, opinion and market research companies and academic institutions) and the research community.  > 
National Archives Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This site contains information about the National Archives and Records Service. It also provides information to the public and government bodies on the services offered by the National Archives.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 26 uMatshi 2007
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo