Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UNCEDO NENKXASO NGEZIMALI
Inkxaso Kwiimvumi ezikwiNtshona Kapa (IiNkonzo)
Isidingo sokuba kuhlenga-hlengiswe eli candelo lomculo sabonwa ziimvumi ezazikhathazwayo yile meko, kodwa ke zazingafumani nkxaso kurhulumente ngaphambili. Ukugula kukaMnumzana Robbie Jansen, sisthwalandwe somculo opholileyo saseKapa, wathi kwakhona waphakamisa izimvo zeemvumi. Ezi zikhalazo ke zaziquka: amalungelo eemvumi,, ukusekwa kwengxowa-mali yenkxaso, kwakunye, ukungafumani mhlala-phantsi neenzuzo zonyango kweemvumi., ...  > 
Iphulo Lokutyala Kwinkcubeko: Inkxaso-mali Kumaphulo Obugcisa Nenkcubeko (IiNkonzo)
iSebe Lephondo Lemicimbi Yenkcubeko Nezemidlalo, ngokweli linge Lokutyala Kwinkcubeko, lifuna izicelo zenkxaso-mali kumaphulo enkcubeko. Iphulo Lokutyala Kwinkcubeko: Imvelaphi, Ngubani Onokufaka Isicelo Senkxaso-mali? Indlela Yokufaka Isicelo, Iinkcukacha Zoqhagamshelwano , ...  > 
Funding for Projects Promoting Heritage Resource Conservation (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The National Heritage Resources Fund is a national heritage resources assistance programme. It is managed by the South African Heritage Resources Agency (SAHRA). The programme provides grants or loans to approved community organisations or individuals for projects. Projects considered must promote heritage resource conservation ...  > 
Uncedo-mali Kwimisebenzi Yokuphuculwa, Kulondolozwe ze Kuphuhliswe iNkcubeko Nobutyebi Bezwe (IiNkonzo)
Uncedo lwezimali luyafumaneka ngemisebenzi yobuchule nenkcubeko eyenziwe yimibutho yezenkcubeko. Imisebenzi le kufuneka igxininise kuphuhliso, ukugcinwa nokukhula kwenkcubeko nobutyebi.  > 
Uncedo-mali Kumsebenzi Wokuphuhlisa, Utyelelo lwezeNkcubeko Nobutyebi Bezwe (IiNkonzo)
Uncedo-mali luyafumaneka ngemisebenzi yobuchule nenkcubeko eyenziwa yimibutho yezenkcubeko. Imisebenzi le kufuneka ijongane nophuhliso lwemveliso nezixhobo zotyelelo lwezenkcubeko nolobutyebi.  > 
Western Cape Cultural Commission Purpose and Functions (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The Commission was established in 1999 in terms of the Western Cape Cultural Commission and Cultural Councils Act, 1998 (Act 14 of 1998). The Commission is a statutory body consisting of 11-14 members appointed by the Western Cape Minister of Cultural Affairs, Sport and Recreation ...  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 19 uJuni 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo