Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UMHLABA & NEZIXHOBO
Ukusetyenziswa kwemitshini (IiNkonzo)
Amafama anikwa iinkonzo zocwangciso lokusetyenziswa kwemitshini ngeenjongo zokuqinisekisa ukuba amafama azisebenzisa kangangoko nangokufanelekileyo izixhobo zokusebenza zolimo. Umba wokukhuthazwa koLimo Olunolondolozo apha eNtshona Koloni (ukungaphethulwa qho komhlaba, ukulawulwa kwentsalela yezilimo emva kokuba kuvuniwe ukuze umhlaba ukwazi ukuwugcina umnyakamo wawo kwakunye nokulandelwa kwenkqubo yokuzitshintsha-tshintsha izilimo) yeyona nto ...  > 
Ucwangciso LoConservation Planning (IiNkonzo)
iCandelo Lolawulo Lobunjineli Kwezolimo lenza izicwangciso ze liyile izixhobo zobunjineli ezikwinqanaba eliphezulu, ezifana neegabions, iigroynes, iiwaterways neeculverts ngeenjongo zolondolozo lomhlaba, eziquka izixhobo zokuthintela ukubola kwenyele lomlambo.  > 
Ukufakwa kwezicelo zoncediso-mali kwiPhulo le-LRAD (IiNkonzo)
I-LRAD ijolise kubantu abaMnyama, kwaye iya kubanceda ukuba bakwazi ukuba namathuba awongezelelekileyo okufumana imihlaba yolimo abaya kuthi bayisebenzise, ibe yeyabo, ngokuthi ibanike uncedo-mali. Olu ncedo-mali lukaRhulumente lukhutshwa simahla, kwaye akukho mfuneko yookuba lubuyiswe. Kambe ke, into elindelekileyo kukuba abo bafake izicelo mabafake isandla nabo ngokukhupha ...  > 
Land Redistribution for Agricultural Development (LRAD) (ISicwangciso -qhinga/ISicwangciso Soshishino) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
2001
Isebe Lezolimo (The Government of South Africa)
Land Redistribution for Agricultural Development Information Booklet (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This booklet provides basic information on LRAD and gives advice on how to access the programme.  > 
Land Reform (Labour Tenants) Act, 3 of 1996 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
No. 3 of 1996
Isebe Lemicimbi Yemihlaba (The Government of South Africa)
This Act To provide for security of tenure of labour tenants and provides for labour tenants to acquire land and rights in land.  > 
Technology Development & Transfer: Extension Service to Farmers (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The aim of our extension service is to promote sustainable agricultural systems within the Western Cape in order to ensure prosperous farming communities and rural livelihoods.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 31 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo