Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ULONDOLOZO LWENDALO
Guidelines for Planning, Managing and Assessing Off-road Routes in the Western Cape Province (Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
uDisemba 2006
Isebe Lemicimbi Yendalo Nocwangciso Lophuhliso (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Ukunikezelwa Kwamaphepha-mvume Olondoozo lweNdalo (IiNkonzo)
Amaphepha-mvume olondolozo lwendalo afunelwa ukubanjwa nokuzingelwa kwezilwanyana, ukulotywa kweentlanzi, ukukhuliswa ukuthunyelwa kumanye amazwe nokuvunwa kwezityalo kwanokuthengiswa kwezilwanyana nezityalo ezinqabileyo. Iinkcukacha ezigcweleyo ngokufumana amaphepha-mvume ziyafumaneka kwi- website yeZiko loLondolozo lweNdalo laseKapa.  > 
Amaphepha-mvume okuqhuba elwandle kwaneZiqinisekiso zokuSebenza Ngeendawo Zokudlala ngamaPhenyane (IiNkonzo)
Isebe eli lijongana ngokwalo nezicelo zamaphepha-mvume okuqhuba elwandle ngeenjongo zophando lwezenzululwazi, ukusebenza ngokuzonwabisa, ushishino ngabatyeleli kwanokufumana indlela yokungea kumhlaba wabanye abantu ukuba ayikho enye indlela yokungena kuloo ndawo. Eli Sebe likwajongana nezicelo zeemvume zokusebenza kwiindawo zokudlala ngamaphenyane.  > 
Biodiversity Strategy for the City of Cape Town (ISicwangciso -qhinga/ISicwangciso Soshishino) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf)
2002 - 2004
Isixeko saseKapa
White Paper on the Conservation and Sustainable Use of South Africa's Biological Diversity (IPhepha leNgcaciso yoMgaqo-Nkqubo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
1997
Isebe Lemicimbi Yendalo Nocwangciso Lophuhliso (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
This Paper proposes a biodiversity policy and strategy for South Africa. It looks at how we can protect our environment, how we can use our resources in a sustainable way that benefits everyone and how we can create awareness on how to conserve our biodiversity.  > 
Training on Community Based Natural Resource Management (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This is a capacity-building programme that aims to ensure that communities are willing to participate in community-based natural resource management through public participation, consultative meetings and workshops with key stakeholders, NGOs and CBOs and communities. This programme aims to promote and monitor biodiversity in the ...  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 24 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo