| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
|
|
UMasipala weSithili saseCentral Karoo ubandakanya iBhunga leSithili seCentral Karoo. Oomasipala beSithili ngabo abalawula benze nemithetho yesithili, engabandakanyi masipala mnye. Injongo yaba masipala bezithili nabeengingqi kukubambisana ngoxanduva lorhulumente wengiqngi kwiindawo zabo ukuqinisekisa ukuba zonke iindawo zoluntu, ingakumbi iindawo zoluntu oluhlelelekileyo, ekufuneka libe nokzifikelela ngokulinganayo izibonelelo kwaneenkonzo. Oku kuya kunceda oomasipala beengingqi abangenazo izinto ezizibonelelo ezifana (nemali, amaziko, abasebenzi nolwazi) ezingenza kukwazeke ukuziswa kweenkonzo kwiindawo zabo. Bakwanceda nasekucutheni iindleko zokwenza umasipala abe nokusebenza ngokwabelana ngezibonelelo kunye namanye amabhunga. Iindawo ĉezinezintoĈ ziya kunceda ezo ĉzisweleyoĈ. Eminye yemisebenzi namagunya oomasipala besithili ibandakanya:
ukuziswa kweenkonzo zempilo kummandla wonke
![]() |
