Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
E-INNOVATION - IINKONZO: UMZANTSI AFRIKA & NENTSHONA KOLONI
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
I-Cape Gateway: Indlela Elula Yokufikelela Kulwazi Neenkonzo zikaRhulumente
Abemi baseNtshona Koloni kungoku nje banokufikelela kulwazi lukarhulumente wephondo, owesizwe nabamakhaya ngokusebenzisa iziko iCape Gateway onokulindwedwela, iziko leminxeba okanye utyelele iwebsite yabo. iCape Gateway le yinkonzo apho unokufumana bonke ubucukubhede beenkcukacha ngothotho lweenkonzo, amaphulo nazo zonke ezinye iintshukumo zikarhulumente. Futhi ukuba ulwazi oludingayo alufumaneka ngexesha ...  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 27 uJuni 2005
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo