Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ISEBE LEMICIMBI YENKCUBEKO NEMIDLALO - IINKONZO: UNCEDO-MALI & NENKXASO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Call for Proposals for Art and Culture Projects 2006/7 (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
In keeping with the vision of making the Western Cape "A Home for All", and also supporting the Social Capital Formation and the Human Resource Development strategies, the Western Cape Cultural Commission (WCCC) invites project proposals from cultural organisations within the Province Project Criteria, ...  > 
Inkxaso Kwiimvumi ezikwiNtshona Kapa
Isidingo sokuba kuhlenga-hlengiswe eli candelo lomculo sabonwa ziimvumi ezazikhathazwayo yile meko, kodwa ke zazingafumani nkxaso kurhulumente ngaphambili. Ukugula kukaMnumzana Robbie Jansen, sisthwalandwe somculo opholileyo saseKapa, wathi kwakhona waphakamisa izimvo zeemvumi. Ezi zikhalazo ke zaziquka: amalungelo eemvumi,, ukusekwa kwengxowa-mali yenkxaso, kwakunye, ukungafumani mhlala-phantsi neenzuzo zonyango kweemvumi., ...  > 
Uncedo-mali Kumsebenzi Wokuphuhlisa, Utyelelo lwezeNkcubeko Nobutyebi Bezwe
Uncedo-mali luyafumaneka ngemisebenzi yobuchule nenkcubeko eyenziwa yimibutho yezenkcubeko. Imisebenzi le kufuneka ijongane nophuhliso lwemveliso nezixhobo zotyelelo lwezenkcubeko nolobutyebi.  > 
Uncedo-mali Kwimisebenzi Yokuphuculwa, Kulondolozwe ze Kuphuhliswe iNkcubeko Nobutyebi Bezwe
Uncedo lwezimali luyafumaneka ngemisebenzi yobuchule nenkcubeko eyenziwe yimibutho yezenkcubeko. Imisebenzi le kufuneka igxininise kuphuhliso, ukugcinwa nokukhula kwenkcubeko nobutyebi.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 19 uJuni 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo