Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ISEBE LEMICIMBI YENKCUBEKO NEMIDLALO - IINKONZO: UNCEDO NGEMALI YOKUFUNDA
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Inkxaso-mali Kwizifundo Zeelwimi
iKomiti Yeelwimi Yephondo leNtshona Koloni imema abemi beNtshona Koloni abanezifundo ezisemgangathweni ukuba bafake izicelo zenkxaso-mali yokungena kwimfundo enomsila kwizifundo zeelwimi, zifundo ezo ziya kube zijolise kulo naluphi na olunye lweelwimi ezintathu ezisetyenziswa ngokusesikweni kweli phondo, ulwimi Lwabantu Abangevayo lwalapha eMzantsi Afrika, okanye ke naluphi na ...  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo