ISEBE LORHULUMENTE WOMMANDLA NEZEZINDLU: UBUME
|
UBUME
|
|  | - ngobambiswano kunye norhulumente womandla, ojongene noxanduva ngolulinganyo noomasipala abanempumelelo eNtshona
- ukukhuthaza nokuququzelela inkqubo ehlanganisiweyo nezinzileyo yokuhlalisa abantu ezindlwini eNtshona Koloni.
| |
| |
|
| | MIBANDELA ENGAMALUNGELO OLUNTU Funda okunye malunga nendlela esijongana ngayo nombandela obalulekileyo. Fumana iindaba zamva nje uze ukufumanisa ngendima esiyidlalayo kwihlabathi lanamhlanje. UCEBA UMVUZO Ungafumana olunye ulwazi ngomvuzo kaceba njengoko upapashiwe kwiGazethi zoRhulumente. IFOTO UMVUZO Ayingeniki mdla na into yokubona imifanekiso yezinye iiprojekthi iindaba neenkqubo? ULAWULO LWENTLEKELE Khangela indlela esingathwa iNtlekele kweli phondo. Into eyayenzeke kwixa elingaphambili kwanokuba zikhona na ezinye iintlekele esizisebenzayo.
| NDINGASENZA NJANI ISICELO SEMALI-MBOLEKO YEZINDLU? Khangela ezinye izinto eziphathelele kwiMali-mboleko yeZindlu. Indlela yokwenza isicelo, inkqubo elandelwayo kwizicelo nendawo onokusifaka kuyo isicelo sakho. Umthetho i-INFORMATION ON THE RURAL AREAS ACT 1987 Imimandla yamaPhandle azange yenzeke ngenxa yezenzo zangabom zorhulumente ukuze kudaleke iindawo ekuthiwa, yiColoured Reserves, kodwa yadaleka ngenxa yezizathu ezahlukeneyo zembali. Olu xwebhu lukunika iinkcukacha malunganokuma kwemimandla ndawonye nenguqulelo zalo mimandla.
IBHODI YOPHUHLISO LWEZINDLU YENTSHONA KOLINI Inkqubo yeRental Housing Tribunal ibonelela ngeenkonzo zamahala kubahlali kunye nabanini-mihlaba/zipropati kwiPhondo lonke leNtshona Koloni. | | |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uEpreli 2008
|
|
I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe |
 |