| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
ISEBE LEZEMPILO: UBUME
|
|
Umbono weSebe lezeMpilo ngowokudala uluntu olunenkathalo nobuntu, apho bonke abemi boMzantsi Afrika bathi babenako ukufikelela kuncedo lwezempilo olufikelelekayo ngokwamaxabiso, oluntsulungeko incomekayo. Ukuze kube nokwenzeka oko, eli Sebe linenjongo:
Eminye imiba yezempilo eli Sebe eliyihlele njengeyona ingxamisekileyo yile: IWEBSITE: www.doh.gov.za/index.html |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 19 uAgasti 2004