UBUGCISA NENKCUBEKO: UBUME
|
UBUME
|
| |
 |
|
| |
|
|
 |
EZIPHAMBILI |
|
| |
|
|
| |
|
|
 |
AMAZIKO ENKCUBEKO |
|
| |
|
|
| |
|
|
 |
IKOMISHONI YENKCUBEKO |
|
| |
The iKomishoni Yenkcubeko yaseNtshona Koloni inoxanduva lokujongana, phakathi kwezinye izinto, nokuxhasa ngezimali imibutho namaphulo enkcubeko. Khawufumanise okunye ke ngale komishoni kwakunye namalinge ayo.
|
|
iCandelo Leenkonzo Zenkcubeko lincedisana neCandelo Lolawulo Lwemicimbi Yenkcubeko Nelifa Lemvelo ukuze kuziwe namalinge okulondoloza, okuphuhlisa nawokwandisa inkcubeko. Injongo ke kukongeza ixabiso nokuphucula umgangatho wempilo yabo bonke abemi baseNtshona Koloni, nokuba oko sewle kusenziwa ngokuziswa kwemidlalo yomboniso omnye kwiingingqi ezisemaphandleni, iindibano noqeqesho ezilokishini, ubugcisa okanye imiboniso yemizobo kwiidolophu ezahlukeneyo okanye ke iminyhadala kwiindawo ezahlukeneyo. Eli candelo lixhasa ze likhuthaze amaphulo obugcisa, maphulo lawo anethuba lokutsala nokubandakanya uluntu ngokubanzi ze azame ukumanya uluntu ze akhuthaze ukunyamezelana nokuqondana.
Umsebenzi weli candelo kukulondoloza, ukuphakamisa nokuphuhlisa ubugcisa nenkcubeko kula macandelo alandelayo:
- ubugcisa bokubonakalisa, obemiboniso kwanoboncwadi,
- iinzululwazi zendalo nezoluntu,
- amacandelo enkcubeko nembali
- iintshukumo ezibandakanya ulwazi lolutsha ngenkcubeko.
Eli candelo lisebenzisana kuhle nemibutho yobugcisa neyenkcubeko ze linikezele nangeengcebiso kumaphulo, lilawule ukuxhaswa kwawo ngezimali yaye likho kuthotoho lwamaphulo nemibutho yasekuhlaleni minyaka le. Eli candelo likwalawula, egameni leKomishoni Yenkcubeko yaseNtshona Koloni, amaziko enkcubeko asixhenxe avulelekileyo kuluntu ngokubanzi.
Amagosa enza umsebenzi weCandelo Lobugcisa neNkcubeko ngala:
| Name |
Position |
Tel |
| Herman Venter |
UMlawuli Obambeleyo kwiCandelo Lenkcubeko & Nelifa Lemvelo |
021 483 9673 |
| Loretta Goodman |
uNobhala |
021 483 9672 |
| Hillary February |
uMncedisi-Mlawuli |
021 483 9728 |
| Louis Brown |
iGosa Elikhulu Kwimcimbi Yenkcubeko |
021 483 9716 |
| Lindsay Jephta |
iGosa Elikhulu Kwimcimbi Yenkcubeko |
021 483 9722 |
| Lizahn Claasen |
iGosa Elikhulu Kwimcimbi Yenkcubeko |
021 483-9688 |
| Thandwa Ntshona |
iGosa Elikhulu Kwimcimbi Yenkcubeko |
021 483 9714 |
| Wonder Made |
iGosa Elikhulu Kwimcimbi Yenkcubeko |
021 483 9556 |
| Florence Filton |
Regional Office West Coast: Principal Cultural Officer |
027 213 3018 |
| Deon van Molendorff |
Regional Office Oudtshoorn Principal Cultural Officer |
044 279 1766 |
| Mareve Biljohn |
iGosa Elijongene Nemcimbi Yenkcubeko kwi-Ofisi Yommandla wase-Oudtshoorn: uMlawuli Wezimali |
044 279 1766 |
| Khiyaam Petersen |
Financial Administrator |
021 483 9724 |
| Karen vd Merwe |
Admin Support |
021 483 9725 |
| Wayne Coenraad |
iCandelo Elinikezela Inkxaso Kubalawuli Bezimali |
021 483 9718 |
|
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 22 uSeptemba 2006
|
|
I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe |
 |