ICANDELO LEMICIMBI YENKCUBEKO: UBUME
|
UBUME
|
| |
|
EZIPHAMBILI |
|
| |
|
|
|
| |
|
|
|
|
 |
|
| |
|
|
|
| |
|
II-ARHENTE ZENKCUBEKO |
|
| |
|
|
|
| |
|
|
|
| |
|
AMAZIKO ASEBURHULUMENTENI |
|
| |
|
|
|
iCandelo Eliyintloko Kwimicimbi Yenkcubeko linikezela ngeenkonzo kwimiba enento yokwenza nenkcubeko, ilifa lemveli, ubugcisa, amaziko olondolozo lwembali, iilwimi, amathala eencwadi noovimba-mpepha. Eli Candelo likwayanyaniswa kuhle nothotho lwamaqumrhu aseburhulumenteni kwakunye namaziko oluntu ajongene
Iinjongo leCandelo Lemicimbi Yenkcubeko zezi zilandelayo:
- Ukufundisa nokuxhobisa ngezakhono uluntu ekuhlaleni ukuze lube nokuchonga, lulondoloze ze luphuhlise izibonelelo zelifa lemveli ngendlela elondolozayo.
- Ukwandisa ukuzibandakanya kwabemi beli (ingakumbi ulutsha, amanina kwakunye nabantu abakhubazekileyo) kwiinkqubo zobugcisa, ezenkcubeko nezelifa lemveli.
- Ukuqinisekisa ukuba izinto esithe saziqokelela kwanemiboniso yethu ibonakalisa ukutyeba kwenkcubeko yethu kwakunye nembali ezambathisa zonke zonke iintlanga eziphila apha eNtshona Koloni.
- Ukukhuthaza nokuphuhlisa ukusetyenziswa kweelwimi ezahlukeneyo eNtshona Koloni.
- Ukunikezela ngenkonzo yamathala eencwadi oluntu ngentsebenziswano namanye amanqanaba karhulumente ngokuthi kunikezelwe impahla yamathala eencwadi efundisayo, enikezela ngolwazi neyonwabisayo kwakunye nokuqinisekisa ukuba uluntu lufikelela simahla kwimpahla yamathala eencwadi abayifunayo.
- Ukuba nenkonzo yokugcina nokulondoloza iincwadi namaphepha elulutho eluntwini nenesidima.
Eli Candelo Liyintloko lizinikezela ezi nkonzo ngokwala maziko alandelayo:
Uxanduva nemisebenzi yeli Candelo Liyintloko ilawulwa yile mithetho ithiwe thaca kule miyalelo nemigaqo ilandelayo. |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 22 uSeptemba 2006
|
|
I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe |
 |