Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMFUNDO NOQEQESHO OLUPHANGALELEYO (AMABANGA R - 9)
Amalungelo Noxanduva Lwabazali - Isikhokelo soMgaqo-nkqubo Wezikolo Zaseburhulumenteni (IiNkcukacha Zoluntu)
Eyona mibuzo ibuzwa kakhulu ngabazali ngemfundo yabantwana babo abasezikolweni - Umthetho iSouth African Schools Act ka-1996 unyanzelisa ukuba bonke abantwana abaphakathi kweminyaka esixhene nelishumi elinesihlanu ubudala ukuba bahambe isikolo. Abazali nabantu abajongene nabantwana abakule minyaka yobudala kufuneka baqinisekise ukuba aba bantwana babhaliselwe ukungena esikolweni. Njengomzali, ubudlelwane bakho nesikolo buqala ngosuku oqala ukufikelela kwisigqibo sokuba uthumele umntwana wakho kweso sikolo. Obu budlelwane buchazwa yintlaninge yamalungelo noxanduva lwalo mzali kwesi sikolo.  > 
AmaBanga ukusuka ku-R ukuya ku-9 (IiNkonzo)
Kunyanzelekile ukuba isikolo siqalwe ekuqaleni konyaka xa umfundi lowo aza kuqala iminyaka esixhenxe de afikelele kwiBanga le-9 okanye kuloo nyaka umfundi aya kube efikelela kwiminyaka eli-15 ngawo (nokuba yiyiphi na eyenzeka kuqala). Eli nqanaba libizwa ngokuba linqanaba leMfundo noQeqesho ngokuBanzi kwaye livela ngokwezigaba ezithathu:Isigaba esisiSiseko ...  > 
Isixhobo Sokukhangela i-"Fumana Isikolo" (IiNkonzo)
I-WCED igcine inxiwa lezikolo kwakunye namaziko kweli Phondo. Unokukhangela kweli nxiwa:Ngegama lesikolo, Ngolwimi lwezifundo, Ngehlomela-dolophu okanye idolophu, Ngesithili semfundo, Uhlobo lwesikolo(esemfundo ephantsi, njalo-njalo), Izifundo ezinikezelwayo (amaBanga 8 ukuya kwele-12), Amaziko emisebenzi ekhethekileyo (ubuchule, umculo, njalo-njalo etc)  > 
School Fees and Fee Exemptions (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This document provides information on how school fees are set and what parents need to do if they are unable to pay their child's school fees.  > 
Imfundo Yomculo (IiNkonzo)
Abafundi bangalufumana uqeqesho olulungiselelwe bona emculweni kumaziko omculo aphantsi kweSebe Lemfundo laseNtshona Koloni:Iziko Lomculo iBeau Soleil, Iziko Lomculo iHugo Lambrechts, Iziko Lomculo iFrank Pietersen.  > 
Outdoor and Museum Education Programmes (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
WCED educators are available at three outdoor education centres and four museum programmes in the Western Cape.  > 
Registering a Private or Independent GET Institution (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
General Education and Training refers to education and training provided at primary and secondary school level, from grade R to grade 9. It also includes Adult Basic Education and Training.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 5 uSeptemba 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo