Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UKUHLAWULWA KWERENTE
Ukusonjululwa Kwempikiswano Phakathi Kwabahlali Abaqeshileyo Kunye Nabanini Bezakhiwo (IiNkonzo)
iNkundla Ejongene Nezindlu Eziqeshisayo inikezela ngeenkonzo ezisimahla kubaqeshi bezindlu kunye nabaqeshisi kwiPhondo lonke leNtshona Koloni. Ukuxoxwa kwamatyala kunye nolamlo lubanjwa ngethutyana nje elifutshane emva kokwenziwa kwesikhalazo.  > 
Imibuzo Ebuzwa Rhoqo Yabantu Abahlala Kwiindawo Abaziqeshileyo (IiNkcukacha Zoluntu)
Ezi ziinkcukacha ngamalungelo noxanduva lwabantu abahlala kwiindaw abaziqeshileyo nabaqeshe iindawo zokuhlala kubanini-mihlaba okanye kwabo basebenzela abo banini-mihlaba.  > 
Imibuzo Ebuzwa Rhoqo Ngabanini-mihlaba (IiNkcukacha Zoluntu)
Ezi ke ziinkcukacha ngamalungelo noxanduva lwabanini-mihlaba abaqeshisa ngezakhiwo ukuze kuhlale abanye abantu.  > 
INkundlaYamatyala Okuhlawulwa kweRente (IQumrhu likaRhulumente)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 23 uJuni 2008
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo