Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UKUTHENGA & NOKUBA NEKHAYA ELILELAKHO
Draft Housing Consumers Protection Measures Amendment Bill (UMthetho Osayilwayo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 409 KB)
22 uOktobha 2003
ISebe Lezindlu (URhulumente Wesizwe soMzantsi Afrika)
This bills amends the Housing Consumers Protection Measures Act, 1998, so as to:provide for certain revised definitions and the insertion of a new definition of"owner builder"provide for the application for exemption of owner builders and transfer the powers of granting exemption from the Minister to the National Home Builders Registration Council.  > 
Amalungelo Obunini: Ubungqina Bokuba Ngumnini-mhlaba (IiNkonzo)
Xa uthenga umhlaba, kufuneka ufumane ubungqina boko ngokuthi loo mhlaba ubhaliswe egameni lakho. Eli lungelo lobunini ke libubungqina bokuba ngokwenene unguye umnini walo mhlaba. Uya kudinga uncedo lwegqwetha kwimicimbi yempahla nemihlaba ukuze likuncedise kwinkqubo yokudluliselwa kwalo mhlaba egameni lakho.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 4 uJanuwari 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo