Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMVEKU & NOMNTWANA
2006 HIV/Aids Prevention Strategy (Umgaqo-nkqubo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Exclusive Breastfeeding (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This brochure provides information to mothers on the benefits of breastfeeding exclusively for the first six months of their babies lives. The pamphlet also answers to some of the tricky questions about breastfeeding.  > 
Uvavanyo Nokuqwalaselwa Kokukhula Kwabantwana (IiNkonzo)
Oomama/abagcini babantwana bayacetyiswa ukuba base iintsana zabo ezisandul' ukuzalwa kwiikliniki zononophelo lwesigaba sokuqala ukuze ziye kuhlolwa njengesiqhelo.Ukuphuhla, Ukukhula ukuhlolwa kokuphuhla komntwana kwenziwa njengento yesiqhelo ngamaxesha okutyelelwa kweklinikhi ukuza kugonywa. Ukuhlolelwa ukukhubazeka okubonakala ngokuphujla komntwana kuvela amatyeli amathathu, xa umntwana ...  > 
Unyango lwabantwana abaphethwe gadalala (IiNkonzo)
Le nkonzo ijolise ekuchongeni nasekunyangeni abantwana ukusekela ekuzalweni ukuya kutsho kwiminyaka eli-14 ubudala, abebephatheke gadalala ngokwasemzimbeni, ngokwesondo nangokwasemphefumlweni, kwanabo bangahoyekanga. Abantwana ekurhaneleka ukuba bakhe baphathwa gadalala, bangasiwa kwikliniki yonyango apho baya kuxilongwa khona ukuqonda isifo abanaso, baze bafumane iingcebiso malunga naso. Umongikazi wasekliniki okanye ugqirha ...  > 
Inkonzo Ehlanganisiweyo Yolawulo Lwezigulo Zabantwana (IiNkonzo)
ULawulo oluHlanganyelweyo lweziGulo zaBantwana lusekwe liCandelo lezeMpilo yaBantwana noPhuhliso, loMbutho wezeMpilo kaZwelonke kunye neUNICEF. Le Nkonzo ithe yaziswa kumazwe angaphezulu kwama-30 kulo lonke eli limiweyo ukujongana nokugula kwanokufa kwabantwana abangaphantsi kweminyaka emihlanu. Obu buchule bugxile kumntwana ephelele, andaweni yokuqwalasela isifo esinye okanye imeko enye. Abantwana ...  > 
UMnxeba weSibhedlele Sabantwana i-Red Cross Wokunikezela Ingxelo Ngetyhefu (IiNkonzo)
Xa usana lwakho okanye umntwana wakho ethe warhogola okanye wosulelwa yinto ethile (izicoci, izityalo namayeza njalonjalo) enokuba netyhefu tsalela uMnxeba weSibhedlele Sabantwana iRed Cross Wokunikezela Ingxelo Ngetyhefu kwinombolo ethi: 021 689 5227. Uya kunikwa iingcebis ziingcalii ngaloo nto nangeziphumo zayo obungenakuzilindela kananjalo ucetyiswe ngomawukwenze. Ucingo ...  > 
Road to Health Card (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The card - a record of immunisations and growth rate - is given to mothers when their infant is born and is used to monitor the development of the child until it is five years old.  > 
Ukuthintelwa Kokosulelwa Kosana Ngunina (IiNkonzo)
Ukosulelwa kosana ngunina kwenzeka xa intsholongwane kaGawulayo, intsholongwane ebangela uGawulayo, ithe yadluliselwa ukusuka kumama isiya kusana olungekazalwa ngethuba lokukhulelwa, ngethuba lokubeleka okanye ngethuba lokuncancisa.  > 
Fact Sheet on Birth Defects (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 10 KB)
Information on what birth defects are, examples of birth defects, what can be done for people who have them and a list of contact numbers where services can be obtained in the country.  > 
Ukuthintelwa kweempawu ezibonisa ukungalungi kosana olungekazalwa ngenxa yokusetyenziswa kotywala, kunye nonyango loko. (IiNkonzo)
Ukuthintelwa kweempawu ezibonisa ukungalungi kosana olungekazalwa ngenxa yokusetyenziswa kotywala, okanye iFAS (ngamafutshane kwisiNgesi) lolona hlobo luqhelekileyo nolunokuthintelwa lobulwelwe ngenqondo ehlabathini, kodwa nangona kunjalo, yeyona ngxaki yezempilo uluntu lweNtshona Kapa olujongene nayo.  > 
Kangaroo Mother Care Policy / Guidelines (Umgaqo-nkqubo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 288 KB)
2001
Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Answers to questions on Kangaroo Care: what it is, how it is done, what are the benefits and what is the current policy surrounding this method of looking after low birth weight infants.  > 
Screening for Developmental Disabilities in Pre-School Children (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 449 KB)
Detailed guidelines for health workers on how to screen for developmental disability in children aged from 0-6 weeks, 9 months and 18 months. Information is also given on when to refer to cases up the line.  > 
You can Help your Child with Diarrhoea (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 263 KB)
Reliable information and advice on what steps to take if your child has symptoms of diarrhoea. The causes of diarrhoea are spelt out clearly to help parents.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 1 uDisemba 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo