Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ISIFO SEPHEPHA
Iphetshana Eliza Nenkcazelo Ngesifo Sephepha Esingeva Machiza (IiNkcukacha Zoluntu)
Eli phetshana licacisa ngokuba siyintoni esi sifo sephepha singeva machiza ze linikezele nangeenkcukacha ngonyango nokuthintela ukosuleleka sisoIsifo Sephepha Esingeva Machiza.  > 
Inkqubo Yokuthintela Ukunwenwa Kwesifo Sephepha (IiNkonzo)
Inkqubo yokuthintela ukunwenwa kwesifo sephepha ijolise ekuchongeni abantu abangama- 80% abanesi sifo, ngeenzame zokusinyanga ngoko nangoko. Le Nkqubo ke ikwazama ukufumana eli chibi lingaka labantu abonokosulela abanye ngesi sifo.  > 
The South African Tuberculosis Control Programme Practical Guidelines (Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 423 KB)
2000
Isebe Lezempilo (The Government of South Africa)
Guidelines on the national TB control programme that includes diagnosis, treatment, case management, the DOTs strategy and multi-drug resistance.  > 
Mobilising against Tuberculosis: South African Plan for TB Control (ISicwangciso -qhinga/ISicwangciso Soshishino) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 1.6 MB)
2002 - 2005
Isebe Lezempilo (The Government of South Africa)
TB Policies (Umgaqo-nkqubo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf)
2001
Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
TB control policies in the Western Cape and various circulars issued on this topic. Includes a description of TB, how it is spread, how it effects difference age groups and the relevance of the DOTS strategy.  > 
Tuberculosis - A Training Manual for Health Workers (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 1012 KB)
A health workers' guide to successfully controlling Tuberculosis by learning about the disease including, the basics of the SA National TB Control Programme, diagnosis, treatment, resistance, DOTS and managing TB and HIV.  > 
Trainers' Manual for TB Treatment Supporters (Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
1998
Training programme for volunteers in the community who want to become treatment supporters of people who have Tuberculosis.  > 
The Management of Multi-Drug Resistant Tuberculosis in South Africa (Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 857 KB)
1999
Isebe Lezempilo (The Government of South Africa)
This guideline is meant for those health workers who deal with patients who have multi-drug resistant TB. Information includes, diagnosis, treatment and management of the patient.  > 
Tuberculosis and HIV/AIDS - Clinical Guidelines (Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 1.7 MB)
1999
Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Practical advise for doctors and nurses on how to care for patients with symptoms of TB and HIV/AIDS and when to refer patients for more specialised care.  > 
Western Cape TB Control Programme - Medium Term Development Plan 2002-2005 (ISicwangciso -qhinga/ISicwangciso Soshishino) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf)
2002 - 2005
Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
City of Cape Town / Metropole Region TB Control Programme Progress Report 1997 - 2002 (Iingxelo noPhando) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 187 KB)
2003
Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
A five-year progress report on attempts to control TB in the City of Cape Town/Metropole Region.  > 
Intradermal BCG Immunisation (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 278 KB)
Information for health workers about the use of intradermal BCG (Bacille Calmette-Guerin) vaccine against Tuberculosis in the Expanded Programme on Immunisation in South Africa.  > 
TB Indaba (Incwadi Eneendaba / Ulindixesha) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 1.2 MB)
uMatshi 2003
Isebe Lezempilo (The Government of South Africa)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 4 uEpreli 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo