| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
ULWENZIWO LWEENDLELA: UBUME
|
|
Eli Setyana linoxanduva lokuyila, ukwakha, nokuhlaziya kwanokulondoloza unxibelelwano lweendlela zephondo. Likwanoxanduva lolawulo lwezithuthi kwanolawulo lomsebenzi worhulumente wephondo. |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 17 uNovemba 2003