Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ISEBE LEMFUNDO LENTSHONA KAPA: UBUME





































 
alt="rounded corner"
src="http://www.capegateway.gov.za/image/2006/4/corner_top_left.gif"
width="8" />
QUICK LINKS
rounded corner src="http://www.capegateway.gov.za/image/2006/4/corner_top_right.gif"
width="8" />
   


News

Speeches



       
alt="standard image size 200 x 120" width="200" height="140" />  
       

iSebe Lemfundo leNtshona Kapa lijolise ekuqinisekiseni ukuba bonke abafundi baseNtshona Kapa bayalufumana ulwazi, izakhono kwanemikhomba-ndlela abayidingayo ukuze baphile ubomi obuzalisekisayo, kwanokuze babe negalelo kuphuhliso lweli phondo kwanolwesizwe ngokubanzi.

Eli Sebe lahlula-hlula iNtshona Kapa ibe zizithili ezisixhenxe, futhi lifundisa abafundi abasondele kuma-900,000 ngonyaka, yaye lisebenza ngootitshala abakuma-30,000.

ISebe eli linoxanduva lokufundisa kuyo yonke imigangatho, kuquka:

iSebe leMfundo leNtshona Kapa liyazingca ngokusebenzisa ubugcisa bonxibelelwano ukuncedisa ekuzalisekisweni kombono walo "wemfundo esebenzela wonke umntu". Ezinye zeenkonzo namanyathelo anika umdla anikezelwa leli Sebe ngala:


IWEBSITE: http://wced.wcape.gov.za
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 18 uSeptemba 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo