Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ULawulo lweNtlekele
INKCAZELO:
ICandelo loMlawuli woPhuhliso loRhulumente weeNgingqi onceda oomasipala ekwenzeni ulungiselelo namacebo okulwa imililo.Oku kuquka iinkqubo ezihlanganisiweyo zamacandelo ngamacandelo, kwaneenkqubo ezahlukeneyo zoqeqesho lokucwangcisa kwanokuphumeza amanyathelo ajonge:
  • Ukuthintela okanye ukunciphisa ukuba semngciphekweni wentlekele.
  • Ukudambisa ubukhali okanye iziphumo zentlekele.
  • Ukulungiselela izinto ezingxamisekileyo.
  • Ukusabela msinya nangokufanelekileyo kwizihlo zentlekele.
  • Ukunceda ezkubuyiseleni kwimo yesiqhelo emva kwentlekele.
IMIYALELO:
Ukufumana ezinye iinkcukacha, tsalela:
uSchalk Carstens
Tel: 021 483 5016
swcarste@pgwc.gov.za
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
ULawulo lweNtlekele kunye neeNkonzo zokuCima uMlilo (ISebe loRhulumente woMmandla nezeZindlu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 29 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo