Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ISEBE LEZONXIBELELWANO: UBUME

Injongo yeSebe lezoQhagamshelwano kukuqulunqa imigaqo-nkqubo nokuqinisekisa ukusetyenziswa kwayo kwiinkonzo zoqhagamshelwano ngomnxeba, ezeeposi nosasazo. Likwalawula nodluliselo:

  • kwiqumrhu leePosi zoMzantsi Afrika
  • kwiZiko loSasazo loMzantsi Afrika
  • kwiqumrhu lolawulo loqhagamshelwano ngomnxeba, i-Independent Communications Authorty of South
  • Africa
  • kwiqumrhu loMzantsi Afrika elijongene namajelo eendaba asebenza ngezilektronika, i-National Electronic Media Institution of South Africa.
  • kwi-Universal Service Agency

Eli Sebe linenjongo:

  • yokuphucula umgangatho wobomi babo bonke abemi boMzantsi Afrika
  • yokwenza uMzantsi Afrika ibe lilizwe elinoluntu oluqamele ngolwazi
  • yokuncedisa ekumiselweni koqoqosho lwezengcaciso

Oku kuya kuphunyezwa ngokuthi kumiselwe uluntu olunxibelelenayo ngezengcaciso ukuze abantu baxhotyiswe ngamandla kwiindlela abasebenza ngazo nangokwenza


IWEBSITE: www.doc.gov.za/
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 17 uAgasti 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo