Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ISEBE LEENKONZO ZOBUPOLISA: UBUME

Injongo yeSebe leeNkonzo zoLuleko kukuba negalelo ekuncedeni uluntu nasekukhuseleni uluntu olunobulungisa, uxolo nokhuseleko ngokuthi:

  • linyanzelise izigwebo eziwiswe ziinkundla
  • ligcine amabanjwa ngokukhuselekileyo
  • likhuthaze wonke amabanjwa nabo baphantsi kwesigwebo sokolulekwa luluntu ekubeni asebenzele uluntu aphuhliseke ngokunjalo.

Owona msebenzi ungudoqo weli Sebe kukugcina abaphuli-mthetho ngendlela ekhuselekileyo libabeke neliso ngokunjalo. Liqhuba iinkqubo zokulawula iingxaki ezinokuvela ngokubhekiselele kubophuli-mthetho kwaye liyawamkela umbono omalunga nobuntu namalungelo abantu ngokubhekiselele kubo bonke ababandakanyekayo.


IWEBSITE: www.dcs.gov.za/
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 16 uAgasti 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo